-
Genesis 31:34INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
34 Ke kaloku uRakeli wayeyithabathile imilonde-khaya leyo, wayifaka engobozini yesali yabafazi yenkamela, waza wahlala phezu kwayo. ULabhan waphuthaphutha kuyo yonke intente, kodwa akayifumana.
-