Genesis 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yena ke, uya kuba liqwarhashe lomntu. Isandla sakhe siya kuchasana naye wonk’ ubani, nesandla sakhe wonk’ ubani sichasane naye;+ yaye uya kumisa umnquba wakhe phambi kwabo bonke abantakwabo.”+
12 Yena ke, uya kuba liqwarhashe lomntu. Isandla sakhe siya kuchasana naye wonk’ ubani, nesandla sakhe wonk’ ubani sichasane naye;+ yaye uya kumisa umnquba wakhe phambi kwabo bonke abantakwabo.”+