Duteronomi 4:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Sikho na esinye isizwana esakha saliva ilizwi likaThixo ethetha phakathi komlilo njengoko walivayo wena, saza saqhubeka siphila?+ Duteronomi 23:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngokuba uYehova uThixo wakho uhambahamba phakathi kwenkampu yakho ukuba akuhlangule,+ azinikele iintshaba zakho kuwe;+ ngoko ke imele ibe ngcwele inkampu yakho,+ ukuze angaboni nto ingandilisekanga kuwe aze emke angakupheleki.+ IZenzo 7:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ke kaloku xa uMoses wabona oko wamangaliswa ngulo mbono.+ Kodwa njengoko wayesondela esiza kuhlola, kwafika ilizwi likaYehova, lisithi,
33 Sikho na esinye isizwana esakha saliva ilizwi likaThixo ethetha phakathi komlilo njengoko walivayo wena, saza saqhubeka siphila?+
14 Ngokuba uYehova uThixo wakho uhambahamba phakathi kwenkampu yakho ukuba akuhlangule,+ azinikele iintshaba zakho kuwe;+ ngoko ke imele ibe ngcwele inkampu yakho,+ ukuze angaboni nto ingandilisekanga kuwe aze emke angakupheleki.+
31 Ke kaloku xa uMoses wabona oko wamangaliswa ngulo mbono.+ Kodwa njengoko wayesondela esiza kuhlola, kwafika ilizwi likaYehova, lisithi,