Genesis 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+ Genesis 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngembewu yakho+ zonke iintlanga zomhlaba kuba uliphulaphule ilizwi lam.’”+ IZenzo 3:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Nina ningoonyana+ babaprofeti nabomnqophiso uThixo awanqophisana ngawo nookhokho benu, esithi kuAbraham, ‘Ziya kusikelelwa ngembewu yakho zonke iintsapho zomhlaba.’+ Galati 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke kaloku iSibhalo, sibona kwangaphambili ukuba uThixo wayeya kubavakalisa abantu beentlanga bengamalungisa ngenxa yokholo, sazivakalisa iindaba ezilungileyo kwangaphambili kuAbraham, ezizezi: “Ziya kusikelelwa ngawe zonke iintlanga.”+
3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+
18 Yaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngembewu yakho+ zonke iintlanga zomhlaba kuba uliphulaphule ilizwi lam.’”+
25 Nina ningoonyana+ babaprofeti nabomnqophiso uThixo awanqophisana ngawo nookhokho benu, esithi kuAbraham, ‘Ziya kusikelelwa ngembewu yakho zonke iintsapho zomhlaba.’+
8 Ke kaloku iSibhalo, sibona kwangaphambili ukuba uThixo wayeya kubavakalisa abantu beentlanga bengamalungisa ngenxa yokholo, sazivakalisa iindaba ezilungileyo kwangaphambili kuAbraham, ezizezi: “Ziya kusikelelwa ngawe zonke iintlanga.”+