Genesis 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+ Genesis 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye uThixo uSomandla uya kukusikelela aze akuqhamise, akwandise, uze ngokuqinisekileyo ube yintlanganisela yezizwana.+ Genesis 31:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ukuba uTHIXO kabawo,+ uTHIXO ka-Abraham noMnkwantyisi kaIsake,+ ebengekho kwicala lam, ngewundindulule ndilambatha. UThixo uzibonile iintsizi zam nokubulaleka kwezandla zam, waza ke wakohlwaya phezolo.”+ Numeri 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wagoba, wabuthuma njengengonyama,Njengengonyama, ngubani na ongamvusayo?+Basikelelekile abakusikelelayo,+Yaye baqalekisiwe abakuqalekisayo.”+ Hezekile 25:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uEdom eziphindezelele kwindlu kaYuda waza waqhubeka esenza ububi obukhulu eziphindezelela kuyo,+
3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+
3 Yaye uThixo uSomandla uya kukusikelela aze akuqhamise, akwandise, uze ngokuqinisekileyo ube yintlanganisela yezizwana.+
42 Ukuba uTHIXO kabawo,+ uTHIXO ka-Abraham noMnkwantyisi kaIsake,+ ebengekho kwicala lam, ngewundindulule ndilambatha. UThixo uzibonile iintsizi zam nokubulaleka kwezandla zam, waza ke wakohlwaya phezolo.”+
9 Wagoba, wabuthuma njengengonyama,Njengengonyama, ngubani na ongamvusayo?+Basikelelekile abakusikelelayo,+Yaye baqalekisiwe abakuqalekisayo.”+
12 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uEdom eziphindezelele kwindlu kaYuda waza waqhubeka esenza ububi obukhulu eziphindezelela kuyo,+