Hebhere 12:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kanjalo niyazi ukuba emva koko xa wayefuna ukuyidla ilifa intsikelelo+ wagatywa,+ kuba, nangona wayefuna ngenyameko ukutshintsha ingqondo eneenyembezi,+ akalifumananga ithuba loko.+
17 Kanjalo niyazi ukuba emva koko xa wayefuna ukuyidla ilifa intsikelelo+ wagatywa,+ kuba, nangona wayefuna ngenyameko ukutshintsha ingqondo eneenyembezi,+ akalifumananga ithuba loko.+