Genesis 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Emva koko uKayin wathi kuAbheli umntakwabo: [“Masiye endle.”] Kwathi ke ngoxa babesendle wasuka uKayin wamhlasela uAbheli umntakwabo waza wambulala.+ 1 Yohane 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Lowo umthiyileyo+ umzalwana wakhe usisibulala-mntu,+ yaye niyazi ukuba akukho sibulala-mntu+ sinobomi obungunaphakade obuhleliyo kuso.+
8 Emva koko uKayin wathi kuAbheli umntakwabo: [“Masiye endle.”] Kwathi ke ngoxa babesendle wasuka uKayin wamhlasela uAbheli umntakwabo waza wambulala.+
15 Lowo umthiyileyo+ umzalwana wakhe usisibulala-mntu,+ yaye niyazi ukuba akukho sibulala-mntu+ sinobomi obungunaphakade obuhleliyo kuso.+