Genesis 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wabonakala ke ngoko uYehova kuAbram waza wathi: “Imbewu yakho+ ndiya kuyinika eli lizwe.”+ Emva koko wamakhela khona isibingelelo uYehova, owayebonakele kuye. Genesis 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+ Genesis 17:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndilinike wena nembewu yakho ilizwe ophambukele kulo,+ nelizwe lakwaKanan liphela, ukuba ulidle ilifa ukusa kwixesha elingenammiselo; yaye ndiza kuzingqina ndinguThixo kubo.”+
7 Wabonakala ke ngoko uYehova kuAbram waza wathi: “Imbewu yakho+ ndiya kuyinika eli lizwe.”+ Emva koko wamakhela khona isibingelelo uYehova, owayebonakele kuye.
13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+
8 Ndilinike wena nembewu yakho ilizwe ophambukele kulo,+ nelizwe lakwaKanan liphela, ukuba ulidle ilifa ukusa kwixesha elingenammiselo; yaye ndiza kuzingqina ndinguThixo kubo.”+