Genesis 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngenxa yoko uIsake wambiza uYakobi waza wamsikelela, wamyalela wathi: “Uze ungathabathi mfazi ezintombini zakwaKanan.”+ 2 Korinte 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+
28 Ngenxa yoko uIsake wambiza uYakobi waza wamsikelela, wamyalela wathi: “Uze ungathabathi mfazi ezintombini zakwaKanan.”+
14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+