Genesis 35:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Oonyana bakaLeya yayilizibulo likaYakobi uRubhen+ noSimeyon noLevi noYuda noIsakare noZebhulon. Genesis 46:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngabo abo oonyana bakaLeya,+ awabazalela uYakobi ePadan-aram, kunye nentombi yakhe uDina.+ Iyonke imiphefumlo yoonyana bakhe neyeentombi zakhe yayingamashumi amathathu anesithathu.
15 Ngabo abo oonyana bakaLeya,+ awabazalela uYakobi ePadan-aram, kunye nentombi yakhe uDina.+ Iyonke imiphefumlo yoonyana bakhe neyeentombi zakhe yayingamashumi amathathu anesithathu.