2 Samuweli 17:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ke yena uDavide, wafika eMahanayim,+ yaye uAbhisalom yena wayiwela iYordan, yena namadoda onke akwaSirayeli awayenaye. INgoma yazo iiNgoma 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Buya, buya, mShulami! Buya, buya, ukuze sikubone!”+ “Nibona ntoni na kumShulami?”+ “Umngqungqo ngokungathi ngowamaqela amabini!”
24 Ke yena uDavide, wafika eMahanayim,+ yaye uAbhisalom yena wayiwela iYordan, yena namadoda onke akwaSirayeli awayenaye.
13 “Buya, buya, mShulami! Buya, buya, ukuze sikubone!”+ “Nibona ntoni na kumShulami?”+ “Umngqungqo ngokungathi ngowamaqela amabini!”