Genesis 25:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko uEsawu wathi kuYakobi: “Nceda, khawulezisa, undiphe ndiginye kule nto ibomvu—loo nto ibomvu, kuba ndidiniwe!” Kungenxa yoko le nto kwathiwa igama lakhe nguEdom.+ ABagwebi 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yehova, ekuphumeni kwakho eSehire,+Ekuhambeni kwakho kumhlaba wakwaEdom,+Umhlaba wanyikima,+ avuza namazulu,+Namafu avuza amanzi.
30 Ngoko uEsawu wathi kuYakobi: “Nceda, khawulezisa, undiphe ndiginye kule nto ibomvu—loo nto ibomvu, kuba ndidiniwe!” Kungenxa yoko le nto kwathiwa igama lakhe nguEdom.+
4 Yehova, ekuphumeni kwakho eSehire,+Ekuhambeni kwakho kumhlaba wakwaEdom,+Umhlaba wanyikima,+ avuza namazulu,+Namafu avuza amanzi.