IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 6:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 baziphawula+ ke oonyana boTHIXO oyinyaniso+ iintombi zabantu, ukuba zintle ngenkangeleko; baza bazithabathela abafazi kuzo zonke abazikhethayo.

  • Genesis 34:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 KwanoHamore noShekem unyana wakhe bababulala ngohlangothi lwekrele.+ Bamthabatha ke uDina endlwini kaShekem baza baphuma.+

  • Duteronomi 22:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 loo ndoda iyileleyo yomnika uyise amashumi amahlanu eeshekele zesilivere,+ ibe ngumfazi wayo kuba iyithobile. Ayivumelekanga ukuba iqhawule umtshato nayo yonke imihla yayo.+

  • 2 Samuweli 13:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yena akazange avume ukuphulaphula ilizwi lakhe, kodwa wasebenzisa amandla ongamileyo kunawakhe waza wamthoba,+ walala naye.+

  • 1 Korinte 6:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Sabani kulo uhenyuzo.+ Sonke esinye isono asenokusenza umntu singaphandle komzimba wakhe, kodwa lowo uqhelisela uhenyuzo wona nxamnye nomzimba wakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share