Genesis 28:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko ke, wathi igama laloo ndawo yiBheteli;+ kodwa enyanisweni, lona igama leso sixeko laliyiLuzi ngaphambili.+ Genesis 31:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 NdinguTHIXO oyinyaniso waseBheteli,+ apho wathambisa khona intsika+ nalapho wabhambathisa khona isibhambathiso kum.+ Suka ngoko, uphume kweli lizwe uze ubuyele ezweni lokuzalwa kwakho.’”+
19 Ngoko ke, wathi igama laloo ndawo yiBheteli;+ kodwa enyanisweni, lona igama leso sixeko laliyiLuzi ngaphambili.+
13 NdinguTHIXO oyinyaniso waseBheteli,+ apho wathambisa khona intsika+ nalapho wabhambathisa khona isibhambathiso kum.+ Suka ngoko, uphume kweli lizwe uze ubuyele ezweni lokuzalwa kwakho.’”+