Genesis 31:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 waza wawuqhuba wonke umhlambi wakhe nazo zonke iimpahla awayeziqwebile,+ umhlambi awawuzuza nawawuqweba ePadan-aram, ukuze aye kuIsake uyise ezweni lakwaKanan.+
18 waza wawuqhuba wonke umhlambi wakhe nazo zonke iimpahla awayeziqwebile,+ umhlambi awawuzuza nawawuqweba ePadan-aram, ukuze aye kuIsake uyise ezweni lakwaKanan.+