Genesis 37:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye uSirayeli wayemthanda uYosefu ngaphezu kwabo bonke abanye oonyana bakhe,+ kuba wayengunyana wasebudaleni bakhe; waza ke wamenzela isambatho eside, esinjengehempe nesinemigca.+ 1 Timoti 5:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Izono zabanye abantu zibonakala ekuhleni,+ zikhokelela ngqo ekugwetyweni, kodwa ezabanye zibonakala kamva.+
3 Yaye uSirayeli wayemthanda uYosefu ngaphezu kwabo bonke abanye oonyana bakhe,+ kuba wayengunyana wasebudaleni bakhe; waza ke wamenzela isambatho eside, esinjengehempe nesinemigca.+
24 Izono zabanye abantu zibonakala ekuhleni,+ zikhokelela ngqo ekugwetyweni, kodwa ezabanye zibonakala kamva.+