1 Korinte 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Sabani kulo uhenyuzo.+ Sonke esinye isono asenokusenza umntu singaphandle komzimba wakhe, kodwa lowo uqhelisela uhenyuzo wona nxamnye nomzimba wakhe.+ Hebhere 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Umtshato mawubekeke phakathi kwenu nonke, nesilili somtshato masingadyojwa,+ kuba uThixo uya kubagweba abahenyuzi nabakrexezi.+
18 Sabani kulo uhenyuzo.+ Sonke esinye isono asenokusenza umntu singaphandle komzimba wakhe, kodwa lowo uqhelisela uhenyuzo wona nxamnye nomzimba wakhe.+
4 Umtshato mawubekeke phakathi kwenu nonke, nesilili somtshato masingadyojwa,+ kuba uThixo uya kubagweba abahenyuzi nabakrexezi.+