INdumiso 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngokuqinisekileyo uya kuba njengomthi otyalwe ngakwimisinga yamanzi,+Onika isiqhamo sawo ngexesha lawo+Nonamahlamvu angabuniyo,+Yaye konke akwenzayo kuya kuphumelela.+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+ Hebhere 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko ke masomelele+ kakhulu size sithi: “UYehova ungumncedi wam; andiyi koyika. Angandenza ntoni na umntu?”+
3 Ngokuqinisekileyo uya kuba njengomthi otyalwe ngakwimisinga yamanzi,+Onika isiqhamo sawo ngexesha lawo+Nonamahlamvu angabuniyo,+Yaye konke akwenzayo kuya kuphumelela.+
6 Ngoko ke masomelele+ kakhulu size sithi: “UYehova ungumncedi wam; andiyi koyika. Angandenza ntoni na umntu?”+