Genesis 29:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Uphindile kwakhona wamitha, wazala unyana waza wathi: “Ngesi sihlandlo ndiya kumbonga uYehova.” Ngoko ke wamthiya igama elinguYuda.+ Emva koko wayeka ukuzala.
35 Uphindile kwakhona wamitha, wazala unyana waza wathi: “Ngesi sihlandlo ndiya kumbonga uYehova.” Ngoko ke wamthiya igama elinguYuda.+ Emva koko wayeka ukuzala.