Genesis 42:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Thumelani omnye wenu ukuba aye kuphuthuma umninawa wenu ngoxa nina niya kube nibotshiwe, ukuze avavanywe amazwi enu ukuba ninenyaniso na.+ Kungenjalo, ehleli nje uFaro, noba niziintlola.”
16 Thumelani omnye wenu ukuba aye kuphuthuma umninawa wenu ngoxa nina niya kube nibotshiwe, ukuze avavanywe amazwi enu ukuba ninenyaniso na.+ Kungenjalo, ehleli nje uFaro, noba niziintlola.”