Genesis 18:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kodwa waqhubeka wathi: “Tarhu Yehova, ngamana akungevuthi ngumsindo,+ kodwa ndivumele ndithethe:+ Masithi ke kufumaneke khona amashumi amathathu.” Wathi yena: “Andisayi kwenjenjalo ukuba ndithe ndafumana khona amashumi amathathu.”
30 Kodwa waqhubeka wathi: “Tarhu Yehova, ngamana akungevuthi ngumsindo,+ kodwa ndivumele ndithethe:+ Masithi ke kufumaneke khona amashumi amathathu.” Wathi yena: “Andisayi kwenjenjalo ukuba ndithe ndafumana khona amashumi amathathu.”