IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 41:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Waza ngokubhekele phaya uFaro wathi kuYosefu: “NdinguFaro, kodwa akukho mntu uya kuphakamisa sandla sakhe, nalunyawo lwakhe, ezweni lonke laseYiputa, ngaphandle kokugunyaziswa nguwe.”+

  • Genesis 45:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko asinini abandithumela apha,+ kodwa nguTHIXO oyinyaniso, ukuze andimisele njengoyise+ kuFaro nenkosi yayo yonke indlu yakhe nanjengomlawuli walo lonke ilizwe laseYiputa.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share