1 Samuweli 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku uDavide wayengunyana walo mEfrata+ waseBhetelehem yakwaYuda ogama linguYese. Wayenoonyana abasibhozo.+ Yaye ngemihla kaSawule le ndoda yayisele indala phakathi kwamadoda. Mateyu 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ‘Nawe, Bhetelehem+ yelizwe lakwaYuda, akusiso nakanye esona sixeko singabalulekanga phakathi kweerhuluneli zakwaYuda; kuba kuwe kuya kuphuma lowo ulawulayo,+ oya kwalusa+ abantu bam, amaSirayeli.’”
12 Ke kaloku uDavide wayengunyana walo mEfrata+ waseBhetelehem yakwaYuda ogama linguYese. Wayenoonyana abasibhozo.+ Yaye ngemihla kaSawule le ndoda yayisele indala phakathi kwamadoda.
6 ‘Nawe, Bhetelehem+ yelizwe lakwaYuda, akusiso nakanye esona sixeko singabalulekanga phakathi kweerhuluneli zakwaYuda; kuba kuwe kuya kuphuma lowo ulawulayo,+ oya kwalusa+ abantu bam, amaSirayeli.’”