Genesis 18:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Akuphakamisa amehlo akhe+ wakhangela, nako kumi mgama amadoda amathathu. Akuwabona wabaleka ukusuka emnyangweni wentente esiya kuwahlangabeza waza waqubuda emhlabeni.+ Genesis 33:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke yena wadlulela phambi kwabo waza waqubuda emhlabeni kasixhenxe wada wasondela kumntakwabo.+
2 Akuphakamisa amehlo akhe+ wakhangela, nako kumi mgama amadoda amathathu. Akuwabona wabaleka ukusuka emnyangweni wentente esiya kuwahlangabeza waza waqubuda emhlabeni.+