Genesis 41:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Ngoko uYosefu wamthiya owamazibulo igama elinguManase,+ kuba wayesithi, “UThixo undenze ndazilibala zonke iinkathazo zam nayo yonke indlu kabawo.”+ Genesis 46:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wazala ke uYosefu ezweni laseYiputa, uManase+ noEfrayim,+ awamzalela bona uAsenati+ intombi kaPotifera, umbingeleli waseOni.
51 Ngoko uYosefu wamthiya owamazibulo igama elinguManase,+ kuba wayesithi, “UThixo undenze ndazilibala zonke iinkathazo zam nayo yonke indlu kabawo.”+
20 Wazala ke uYosefu ezweni laseYiputa, uManase+ noEfrayim,+ awamzalela bona uAsenati+ intombi kaPotifera, umbingeleli waseOni.