IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 33:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Njengenkunzi yenkomo yamazibulo bunjalo ubungangamsha bakhe,+

      Ziimpondo zenqu iimpondo zakhe.+

      Ngazo uya kutyhala izizwana zonke+

      Ziye esiphelweni somhlaba,

      Ngamashumi amawaka akwaEfrayim ke lawo,+

      Ngamawaka akwaManase ke lawo.”

  • Duteronomi 34:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 nelakwaNafetali lonke nelizwe lakwaEfrayim nelakwaManase nelizwe lonke lakwaYuda ukusa kulwandle lwasentshona,+

  • Yoshuwa 17:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngoko uYoshuwa wathi kwindlu kaYosefu, kuEfrayim nakuManase: “Nisisizwana esikhulu, yaye ninamandla amakhulu.+ Anifanelanga kufumana iqashiso elinye,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share