Yoshuwa 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye kwathi besakomelela oonyana bakaSirayeli,+ bawasebenzisa ngokuwaqhuba ngebhaxa amaKanan,+ yaye abazange bawahluthe ngokupheleleyo ilizwe lawo.+
13 Yaye kwathi besakomelela oonyana bakaSirayeli,+ bawasebenzisa ngokuwaqhuba ngebhaxa amaKanan,+ yaye abazange bawahluthe ngokupheleleyo ilizwe lawo.+