IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 6:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Noko ke, uGidiyon wathi kuTHIXO oyinyaniso: “Mawungavuthi umsindo wakho kum, kodwa mandithethe nje kube kanye. Khawundivumele, ndenze uvavanyo nje kube kanye ngoboya. Nceda, wenze kome uboya bodwa, yaye kuwo wonke umhlaba kubekho umbethe.”

  • Hebhere 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 ngoxa kusithiwa: “Namhlanje ukuba niyaliphulaphula ilizwi lakhe,+ musani ukuzenza lukhuni iintliziyo zenu njengaxa bavuselela umsindo wakhe okrakra.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share