Genesis 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kamva wasuka apho waya kummandla weentaba ongakwimpuma yeBheteli+ waza wamisa intente yakhe, iBheteli ingasentshona, iAyi+ yona ingasempuma. Waza ke wamakhela khona isibingelelo uYehova,+ wabiza egameni likaYehova.+ Genesis 26:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngako oko wakha isibingelelo apho, wabiza egameni likaYehova+ waza wayimisa khona intente yakhe,+ yaye abakhonzi bakaIsake bemba khona iqula.
8 Kamva wasuka apho waya kummandla weentaba ongakwimpuma yeBheteli+ waza wamisa intente yakhe, iBheteli ingasentshona, iAyi+ yona ingasempuma. Waza ke wamakhela khona isibingelelo uYehova,+ wabiza egameni likaYehova.+
25 Ngako oko wakha isibingelelo apho, wabiza egameni likaYehova+ waza wayimisa khona intente yakhe,+ yaye abakhonzi bakaIsake bemba khona iqula.