Yohane 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngemini elandelayo wabona uYesu esiza ngakuye, waza wathi: “Yabonani, iMvana+ kaThixo esusa isono+ sehlabathi!+ Efese 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 nize niqhubeke nihamba eluthandweni,+ kanye njengokuba noKRISTU wanithandayo+ waza wazinikela ngenxa yenu njengomnikelo+ nombingelelo wevumba elimnandi kuThixo.+ Hebhere 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ke xa engena ehlabathini uthi: “‘Akufunanga mbingelelo namnikelo,+ kodwa undilungiselele umzimba.+ 1 Petros 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+
29 Ngemini elandelayo wabona uYesu esiza ngakuye, waza wathi: “Yabonani, iMvana+ kaThixo esusa isono+ sehlabathi!+
2 nize niqhubeke nihamba eluthandweni,+ kanye njengokuba noKRISTU wanithandayo+ waza wazinikela ngenxa yenu njengomnikelo+ nombingelelo wevumba elimnandi kuThixo.+
5 Ngoko ke xa engena ehlabathini uthi: “‘Akufunanga mbingelelo namnikelo,+ kodwa undilungiselele umzimba.+
19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+