Genesis 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Waza wongeza wathi:“Makabongwe uYehova,+ uThixo kaShem,UKanan abe likhoboka lakhe.+ INdumiso 72:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Makabongwe uYehova uThixo, uThixo kaSirayeli,+Nguye yedwa owenza imisebenzi emangalisayo.+ Luka 1:68 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 68 “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ ngenxa yokuba eyiphethule ingqalelo yakhe waza wabahlangula+ abantu bakhe.+
68 “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ ngenxa yokuba eyiphethule ingqalelo yakhe waza wabahlangula+ abantu bakhe.+