Genesis 46:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngawo la amagama oonyana bakaSirayeli abafikayo eYiputa:+ uYakobi noonyana bakhe: Izibulo likaYakobi yayinguRubhen.+
8 Ngawo la amagama oonyana bakaSirayeli abafikayo eYiputa:+ uYakobi noonyana bakhe: Izibulo likaYakobi yayinguRubhen.+