Yakobi 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngenxa yokuba wathandayo,+ wasivelisa ngelizwi lenyaniso,+ ukuba sibe ziintlahlela+ ezithile zezidalwa zakhe. ISityhilelo 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Aba ngabo bangazange bazenze nqambi ngabafazi;+ enyanisweni, banyulu.+ Aba ngabo bahlala beyilandela iMvana kungakhathaliseki apho iya khona.+ Aba bathengwa+ phakathi koluntu njengeentlahlela+ kuThixo nakuyo iMvana,
18 Ngenxa yokuba wathandayo,+ wasivelisa ngelizwi lenyaniso,+ ukuba sibe ziintlahlela+ ezithile zezidalwa zakhe.
4 Aba ngabo bangazange bazenze nqambi ngabafazi;+ enyanisweni, banyulu.+ Aba ngabo bahlala beyilandela iMvana kungakhathaliseki apho iya khona.+ Aba bathengwa+ phakathi koluntu njengeentlahlela+ kuThixo nakuyo iMvana,