IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 14:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 “‘“Ndithethile nje mna Yehova, inene ndiya kukwenza oku kule ndibano yonke engendawo,+ leyo ehlanganisene ndawonye nxamnye nam: Baya kuphelela kule ntlango, bafele kuyo.+

  • Yoshuwa 24:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Waza uYoshuwa wathi ebantwini: “Aninakukwazi ukukhonza uYehova, kuba unguThixo ongcwele;+ unguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo.+ Akayi kukuxolela ukuvukela kwenu nezono zenu.+

  • Hebhere 12:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Lumkani ningazilanduleli kulowo uthethayo.+ Kuba ukuba abazange basinde abo bazilandulelayo kulowo wayenika isilumkiso sobuthixo emhlabeni,+ asisayi kuba nako ngokugqithiseleyo ke thina ukuba siyakhwebuka kulowo uthetha esemazulwini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share