Duteronomi 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYehova uya kuzishenxisa ngokuqinisekileyo zonke izifo kuwe; nezifo zonke ezibi zaseYiputa, ezo uzaziyo,+ akayi kuzibeka kuwe, kodwa eneneni uya kuzibeka kubo bonke abakuthiyayo. INdumiso 103:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yena oxolela sonke isiphoso sakho,+Ophilisa zonke izifo zakho,+
15 UYehova uya kuzishenxisa ngokuqinisekileyo zonke izifo kuwe; nezifo zonke ezibi zaseYiputa, ezo uzaziyo,+ akayi kuzibeka kuwe, kodwa eneneni uya kuzibeka kubo bonke abakuthiyayo.