Duteronomi 7:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “UYehova uThixo wakho uya kuzishenxisa ngokuthe ngcembe ezi ntlanga phambi kwakho.+ Akuyi kuvunyelwa ukuba uziphelise ngokukhawuleza, kuba hleze ande aze akongamele amarhamncwa asendle.
22 “UYehova uThixo wakho uya kuzishenxisa ngokuthe ngcembe ezi ntlanga phambi kwakho.+ Akuyi kuvunyelwa ukuba uziphelise ngokukhawuleza, kuba hleze ande aze akongamele amarhamncwa asendle.