IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 15:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngolo suku uYehova wenza umnqophiso noAbram,+ esithi: “Imbewu yakho ndiya kuyinika eli lizwe,+ ukususela kumlambo waseYiputa kuse kumlambo omkhulu, umlambo umEfrate:+

  • Duteronomi 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Jikani ninduluke niye kummandla weentaba wama-Amori+ nakuyo yonke emelene nawo eArabha,+ kummandla weentaba+ nakwiShefela naseNegebhi+ nakunxweme lolwandle,+ ezweni lakwaKanan,+ naseLebhanon,+ nide nise kumlambo omkhulu, uMlambo umEfrate.+

  • Yoshuwa 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ukususela entlango nakule Lebhanon ukusa kumlambo omkhulu, uMlambo umEfrate, oko kukuthi, wonke umhlaba wamaHiti,+ nokuya kuLwandle Olukhulu ngasentshonalanga iya kuba ngummandla wenu.+

  • 1 Kumkani 4:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke yena uSolomon, waba ngumlawuli wabo bonke ubukumkani ukususela eMlanjeni+ ukusa kwilizwe lamaFilisti nakumda waseYiputa. Babesizisa izipho kwaye bekhonza uSolomon yonke imihla yobomi bakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share