Levitikus 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kamva oonyana baka-Aron uNadabhi noAbhihu+ bathabatha elowo ugcedevu lwakhe,+ babeka umlilo kulo baza babeka isiqhumiso+ phezu kwawo, basondeza phambi koYehova umlilo ongekho sikweni,+ angabayalelanga ngawo. 1 Kronike 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Bona oonyana baka-Amram+ yayinguAron+ noMoses,+ kwakukho noMiriyam.+ Bona oonyana baka-Aron yayinguNadabhi+ noAbhihu,+ uEleyazare+ noItamare.+
10 Kamva oonyana baka-Aron uNadabhi noAbhihu+ bathabatha elowo ugcedevu lwakhe,+ babeka umlilo kulo baza babeka isiqhumiso+ phezu kwawo, basondeza phambi koYehova umlilo ongekho sikweni,+ angabayalelanga ngawo.
3 Bona oonyana baka-Amram+ yayinguAron+ noMoses,+ kwakukho noMiriyam.+ Bona oonyana baka-Aron yayinguNadabhi+ noAbhihu,+ uEleyazare+ noItamare.+