Eksodus 20:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Abantu bamela mgama, kodwa yena uMoses wasondela kwingqimba yelifu elimnyama awayekulo uTHIXO oyinyaniso.+ Numeri 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndithetha naye umlomo ngomlomo,+ ngokubonakalayo, kungekhona ngamaqhina;+ ayibone yena imbonakalo kaYehova.+ Yini na, ke, ukuba ningoyiki ukuthetha nxamnye nomkhonzi wam, nxamnye noMoses?”+
21 Abantu bamela mgama, kodwa yena uMoses wasondela kwingqimba yelifu elimnyama awayekulo uTHIXO oyinyaniso.+
8 Ndithetha naye umlomo ngomlomo,+ ngokubonakalayo, kungekhona ngamaqhina;+ ayibone yena imbonakalo kaYehova.+ Yini na, ke, ukuba ningoyiki ukuthetha nxamnye nomkhonzi wam, nxamnye noMoses?”+