IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hebhere 9:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kuba xa yonke imiyalelo evumelana noMthetho yathethwa ngoMoses kubo bonke abantu,+ wathabatha igazi lamathole eenkomo aziinkunzi neleebhokhwe kunye namanzi noboya obungqombela nehisope+ waza wafefa incwadi ngokwayo nabo bonke abantu,

  • Hebhere 12:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 noYesu umlamli+ womnqophiso omtsha,+ negazi lokufefa,+ elithetha ngendlela elunge ngakumbi kunegazi lika-Abheli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share