IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Galati 3:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kuthekani, ke ngoko, ngoMthetho? Wongezwa ukuze ukunxaxha kubonakaliswe,+ de ifike imbewu+ ekwakwenziwe kuyo isithembiso; yaye wadluliselwa ngeengelosi+ ngesandla somlamli.+

  • Galati 3:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngenxa yoko uMthetho uye waba ngumkhapheli wethu osikhokelela kuKristu,+ ukuze sivakaliswe singamalungisa+ ngenxa yokholo.

  • Kolose 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 kuba ezo zinto zisisithunzi+ sezinto ezizayo, inkqu+ yazo ke nguKRISTU.+

  • Hebhere 9:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 esithi: “Eli ligazi lomnqophiso uThixo awubeke njengomyalo phezu kwenu.”+

  • Hebhere 10:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba ekubeni uMthetho unesithunzi+ sezinto ezilungileyo eziza kuza, kodwa ungenawo owona mongo wezinto, abantu abanakuze babe nako ukubenza bagqibelele abo basondela ukuza kunikela imibingelelo efanayo ngokuqhubekayo unyaka nonyaka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share