IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 31:54
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 54 Emva koko uYakobi wabingelela umbingelelo entabeni apho waza wamema abazalwana bakhe ukuba badle isonka.+ Badla ke isonka baza bachitha ubusuku entabeni apho.

  • Eksodus 18:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Wandula ke uYitro, umkhwe kaMoses, wamenzela uThixo umnikelo otshiswayo nemibingelelo;+ weza uAron namadoda amakhulu onke akwaSirayeli ukuze adle isonka nomkhwe kaMoses, phambi koTHIXO oyinyaniso.+

  • 1 Korinte 10:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Khangelani kwabo bangamaSirayeli ngokwenyama:+ Abo batya imibingelelo ababi nesabelo kunye nesibingelelo na?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share