Eksodus 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Uze uthi kuye, ‘UYehova uTHIXO wamaHebhere undithume kuwe,+ esithi: “Bandulule abantu bam, baye kundikhonza entlango,”+ kodwa, akuthobelanga unangoku. Eksodus 8:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Siya kuhamba uhambo lweentsuku ezintathu siye entlango size ngokuqinisekileyo sibingelele kuYehova uThixo wethu kanye njengoko etshilo kuthi.”+ Eksodus 10:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Nemfuyo yethu iza kuhamba nathi.+ Asinakuvuma ukuba kusale nophuphu olu, kuba sothabatha kuyo ukuze sinqule uYehova uThixo wethu,+ yaye asazi nathi ukuba somnqula ngantoni na uYehova de sifike khona.”+
16 Uze uthi kuye, ‘UYehova uTHIXO wamaHebhere undithume kuwe,+ esithi: “Bandulule abantu bam, baye kundikhonza entlango,”+ kodwa, akuthobelanga unangoku.
27 Siya kuhamba uhambo lweentsuku ezintathu siye entlango size ngokuqinisekileyo sibingelele kuYehova uThixo wethu kanye njengoko etshilo kuthi.”+
26 Nemfuyo yethu iza kuhamba nathi.+ Asinakuvuma ukuba kusale nophuphu olu, kuba sothabatha kuyo ukuze sinqule uYehova uThixo wethu,+ yaye asazi nathi ukuba somnqula ngantoni na uYehova de sifike khona.”+