1 Kronike 28:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kwaneplani yokuyilwa ngobugcisa kwayo yonk’ into awayenayo ngempefumlelo+ ngokuphathelele iintendelezo+ zendlu kaYehova nawo onke amagumbi okudlela+ macala onke, nobuncwane bendlu kaTHIXO oyinyaniso nobuncwane bezinto ezingcwalisiweyo;+ IZenzo 7:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 “Ookhokho bethu babenayo intente yobungqina entlango, kanye njengoko wabanika imiyalelo xa wayethetha kuMoses ukuba ayenze ngokomfanekiselo awayewubonile.+ Hebhere 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kodwa abo bantu banikela inkonzo engcwele eyintsobi+ nesithunzi+ sezinto zasezulwini; kanye njengokuba uMoses, xa wayesele eza kuyigqiba intente,+ wanikwa umyalelo wobuthixo:+ Kuba uthi: “Uze uqinisekise ukuba zonke izinto uzenza ngokomfanekiselo wazo owawuboniswayo entabeni.”+ Hebhere 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yona kanye le ntente ingumzekeliso+ wexesha elimisiweyo elilapha ngoku,+ yaye ngokuvumelana nayo kunikelwa izipho nemibingelelo.+ Noko ke, zona ezi azikwazi kumenza agqibelele+ ngokuphathelele isazela sakhe+ umntu owenza inkonzo engcwele,
12 kwaneplani yokuyilwa ngobugcisa kwayo yonk’ into awayenayo ngempefumlelo+ ngokuphathelele iintendelezo+ zendlu kaYehova nawo onke amagumbi okudlela+ macala onke, nobuncwane bendlu kaTHIXO oyinyaniso nobuncwane bezinto ezingcwalisiweyo;+
44 “Ookhokho bethu babenayo intente yobungqina entlango, kanye njengoko wabanika imiyalelo xa wayethetha kuMoses ukuba ayenze ngokomfanekiselo awayewubonile.+
5 kodwa abo bantu banikela inkonzo engcwele eyintsobi+ nesithunzi+ sezinto zasezulwini; kanye njengokuba uMoses, xa wayesele eza kuyigqiba intente,+ wanikwa umyalelo wobuthixo:+ Kuba uthi: “Uze uqinisekise ukuba zonke izinto uzenza ngokomfanekiselo wazo owawuboniswayo entabeni.”+
9 Yona kanye le ntente ingumzekeliso+ wexesha elimisiweyo elilapha ngoku,+ yaye ngokuvumelana nayo kunikelwa izipho nemibingelelo.+ Noko ke, zona ezi azikwazi kumenza agqibelele+ ngokuphathelele isazela sakhe+ umntu owenza inkonzo engcwele,