19 Kwabakho iindebe ezintathu ezimile okweentyatyambo zom-amangile sebeni linye, zinamaqhina neentyatyambo; zaza ezinye iindebe ezintathu ezimile okweentyatyambo zom-amangile zaba kwelinye isebe, zinamaqhina neentyatyambo. Kwaba njalo kumasebe omathandathu avela esiphathweni eso sezibane.+