Genesis 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa uhlanga eya kulukhonza ndiya kulugweba,+ ize emva koko iphume nempahla eninzi.+ Eksodus 12:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kwaye uYehova wabenza bakholeka aba bantu emehlweni amaYiputa,+ aza abanika oko bakucelayo;+ bawaphanga amaYiputa.+ INdumiso 105:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Yaye wabakhupha benesilivere negolide;+Kwaye phakathi kwezizwe zakhe kwakungekho ukhubekayo.
36 Kwaye uYehova wabenza bakholeka aba bantu emehlweni amaYiputa,+ aza abanika oko bakucelayo;+ bawaphanga amaYiputa.+