IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 36:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Wenza ikhuselo+ ngemisonto eluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu nangomchako omfusa nangelinen ecikizekileyo ephothiweyo. Walenzela iikherubhi, waziluka ngobugcisa.+

  • Eksodus 40:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Wandula ke wayingenisa iTyeya emnqubeni waza waxhoma ikhuselo+ lomkhusane endaweni yalo, wavala ukuze kungasondelwa etyeyeni yesingqino,+ kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.

  • Levitikus 16:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+

  • Luka 23:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 ngenxa yokuba ukukhanya kwelanga kwafiphala; landula ke ikhuselo+ lengcwele lakrazuka phakathi.+

  • Hebhere 6:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Eli themba+ sinalo elifana neankile yomphefumlo, liqinisekile yaye liqinile, lide lifikelele ngaphaya kwekhuselo,+

  • Hebhere 9:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kodwa ngemva kwekhuselo+ lesibini kwakukho icandelo lentente elibizwa ngokuthi “eYona Ngcwele.”+

  • Hebhere 10:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 leyo ayisungule ngenxa yethu njengendlela entsha nephilayo ngalo ikhuselo,+ oko kukuthi, inyama yakhe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share