Eksodus 40:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wandula ke wayingenisa iTyeya emnqubeni waza waxhoma ikhuselo+ lomkhusane endaweni yalo, wavala ukuze kungasondelwa etyeyeni yesingqino,+ kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses. Levitikus 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+ 1 Kumkani 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bandula ke ababingeleli bezisa ityeya+ yomnqophiso kaYehova endaweni yayo,+ kwelona gumbi lingaphakathi endlwini, eYona Ngcwele, phantsi kwamaphiko eekherubhi.+ Hebhere 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa ngemva kwekhuselo+ lesibini kwakukho icandelo lentente elibizwa ngokuthi “eYona Ngcwele.”+ Hebhere 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 wangena, kungekhona ngegazi+ leebhokhwe nelamathole eenkomo aziinkunzi, kodwa ngelakhe igazi,+ kwaba kanye kwindawo engcwele waza wasizuzela intlangulo engunaphakade.+ Hebhere 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba uKristu wangena, kungekhona kwindawo engcwele eyenziwe ngezandla,+ engumfanekiso weyokwenene,+ kodwa ezulwini ngokwalo,+ ukuze ngoku abonakale phambi kukaThixo ngenkqu ngenxa yethu.+
21 Wandula ke wayingenisa iTyeya emnqubeni waza waxhoma ikhuselo+ lomkhusane endaweni yalo, wavala ukuze kungasondelwa etyeyeni yesingqino,+ kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.
2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+
6 Bandula ke ababingeleli bezisa ityeya+ yomnqophiso kaYehova endaweni yayo,+ kwelona gumbi lingaphakathi endlwini, eYona Ngcwele, phantsi kwamaphiko eekherubhi.+
12 wangena, kungekhona ngegazi+ leebhokhwe nelamathole eenkomo aziinkunzi, kodwa ngelakhe igazi,+ kwaba kanye kwindawo engcwele waza wasizuzela intlangulo engunaphakade.+
24 Kuba uKristu wangena, kungekhona kwindawo engcwele eyenziwe ngezandla,+ engumfanekiso weyokwenene,+ kodwa ezulwini ngokwalo,+ ukuze ngoku abonakale phambi kukaThixo ngenkqu ngenxa yethu.+