IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 25:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Uze uqinisekise ukuba uzenza ngokomfanekiselo wazo owawuboniswayo entabeni.+

  • 1 Kronike 28:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 kwaneplani yokuyilwa ngobugcisa kwayo yonk’ into awayenayo ngempefumlelo+ ngokuphathelele iintendelezo+ zendlu kaYehova nawo onke amagumbi okudlela+ macala onke, nobuncwane bendlu kaTHIXO oyinyaniso nobuncwane bezinto ezingcwalisiweyo;+

  • IZenzo 7:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 “Ookhokho bethu babenayo intente yobungqina entlango, kanye njengoko wabanika imiyalelo xa wayethetha kuMoses ukuba ayenze ngokomfanekiselo awayewubonile.+

  • Hebhere 8:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 kodwa abo bantu banikela inkonzo engcwele eyintsobi+ nesithunzi+ sezinto zasezulwini; kanye njengokuba uMoses, xa wayesele eza kuyigqiba intente,+ wanikwa umyalelo wobuthixo:+ Kuba uthi: “Uze uqinisekise ukuba zonke izinto uzenza ngokomfanekiselo wazo owawuboniswayo entabeni.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share