Levitikus 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Thabatha uAron kunye noonyana bakhe+ nezambatho+ neoli yokuthambisa+ nenkunzi yenkomo yomnikelo+ wesono neenkunzi zegusha ezimbini nengobozi yamaqebengwana angenagwele,+ Hebhere 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba wonke umbingeleli omkhulu othatyathwe phakathi kwabantu umiselwa ngenxa yabantu phezu kwezinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele izipho nemibingelelo yezono.+
2 “Thabatha uAron kunye noonyana bakhe+ nezambatho+ neoli yokuthambisa+ nenkunzi yenkomo yomnikelo+ wesono neenkunzi zegusha ezimbini nengobozi yamaqebengwana angenagwele,+
5 Kuba wonke umbingeleli omkhulu othatyathwe phakathi kwabantu umiselwa ngenxa yabantu phezu kwezinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele izipho nemibingelelo yezono.+